GEORGE NEWS - Please note the George Municipality offices are closed for the Christmas holiday period from 12:00 on Thursday 24 December until Friday 1 January 2021, reopening 4 January 2021 at 07:45.
(Covid-19 related hours may also apply, please consult social media for updates).
- After-hours and emergency number: 044 801 6300
- Dedicated fire emergency number: 044 801 6311
The George Municipality wishes you a blessed holiday season.
George Munisipaliteit toe vir Kersfeesvakansie-tydperk
Neem asseblief kennis dat die George Munisipaliteit se kantore vir die Kersfeesvakansie-periode toe is vanaf 12:00 op Donderdag 24 Desember tot Vrydag 1 Januarie 2021, en weer 4 Januarie 2021 teen 07:45 oop sal wees.
(Covid-19 verwante ure mag van toepassing wees, kyk asseblief op sosiale media vir nuutste tye).
- Na-ure en noodnommer: 044 801 6300
- Toegewyde brandweer-noodnommer: 044 801 6311
Die George Munisipaliteit wens u ‘n geseënde vakansieseisoen toe.
Umasipala wase-George uyakube evaliwe ngexesha leeholide ze Krisimesi
Nceda qaphela ukuba ii-ofisi zikaMasipala waseGeorge zivalelwe ixesha leeholide zeKrisimesi ukususela ngoLwesine umhla wama-24 EyoMnga ngentsimbi yeshumi elinesibini emva kwemini (12:00) ukuya kuma ngoLwesiHlanu umhla woku-01 eyoMqungu 2020, zivulwe kwakhona ngomhla wesi-4 eyoMqungu 2021 ngo 07:45 kusasa.
(Iiyure ezinxulumene neCovid-19 zingasebenza kananjalo, nceda khangela iindaba ezihlaziyiweyo kwizinto zokusasaza iindaba zoLuNtu).
- Inombolo zokuqhagamshela emva kweeYure nongxamiseko: 044 801 6300
- Inombolo yezicimamlilo: 044 801 6311
UMasipala waseGeorge uninqwenelela ixesha leholide elisikelelekileyo.
'We bring you the latest George, Garden Route news'